John 13:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Simone Petrosi kuye: Nkosi! uya pina? Wati u‐Yesu ukumpendula: Apo ndiya kona, akungendilandele kaloku; kodwa uya kundilandela kamva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSimon Petros kuye, Nkosi, uya ngaphi na wena?Umphendule uYesu wathi, Apho ndiya khona, akunakundilandela kalokunje; wondilandela ke kamva.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSimon Petros kuye, Nkosi, uya ngaphi na? Umphendule uYesu, wathi, Apho ndiya khona, aninako ukundilandela ngoku; wondilandela emveni koko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USimon Petros wabuza kuYesu wathi: “Uza kuya phi na, Nkosi?” Waphendula uYesu wathi: “Apho ndiya khona akukabi nakuya okwangoku, kodwa wobe ulandele.”