John 13:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu ukumpendula: Ubomi bako wobubeka pantsi ngenxa yam na? Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuwe: Inkuku ayisayi kulila, ungekandikanyeli katatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamphendula uYesu wathi, Wowuncamela mna na umphefumlo wakho? Inene, inene, ndithi kuwe, Ayisayi kulila inkuku, ungathanga undikhanyele kathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamphendula uYesu wathi, Wowuncamela mna na umphefumlo wakho? Inene, inene, ndithi kuwe, Ayisayi kulila inkuku, ungathanga undikhanyele kathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamphendula uYesu wathi: “Ngaba ukulindele ngenene ukufa ngenxa yam? Ndithi kuwe, inene, wobe sewundikhanyele kathathu ukukhala kwenkuku.”