John 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akukolwa na ukuba ndikuye ubawo, nokuba ubawo ukum? lomazwi enditeta wona kuni, andiwateti ngokwam; kodwa ubawo ohlala kum, nguye oyenzayo imisebenzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akukholwa na ukuba mna ndikuye uBawo, abe ke uBawo ekum?Amazwi endiwathethayo mna kuni, andiwathethi ephuma kum; uBawo ke ohleli kum, nguye oyenzayo imisebenzi le.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukholwa na ukuba mna ndikuye uBawo, abe ke uBawo ekum? Amazwi endiwathethayo mna kuni, andiwathethi ngokuphuma kum; uBawo ke ohleli kum, nguye oyenzayo imisebenzi le.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba akukholwa na okokuba mna ndikuye uBawo, abe noBawo ekum? Endikuthethileyo kuni ke andikuthethi kuphuma kum. Oko ndikwenzayo kwenziwa nguBawo ohleli kum.