John 14:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kolwani ndim ukuba ndikuye ubawo, nokuba ubawo ukum; okanye, kolwani ndim ngenxa yemisebenzi ngokwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kholwani ndim, ukuba mna ndikuye uBawo, nokuba uBawo ukum;okanye ke, kholwani ndim ngenxa yayo imisebenzi leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kholwani ndim, ukuba mna ndikuye uBawo, nokuba uBawo ukum; okanye nikholwe ndim ngenxa yayo imisebenzi leyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kholwani kwendikuthethayo xa ndithi ndikuye uBawo, ekum noBawo. Ukuba anikholwa kuba ndisitsho, kholwani ngenxa yezinto endizenzayo.