John 14:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kumtandaza ubawo, oya kuninika umonwabisi omnye, ukuze ahlale nani kude kube ngunapakade,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndiya kucela kuBawo, aze aninike omnye uMthetheleli, ukuze ahlale nani ngonaphakade:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kucela kuBawo, aze aninike omnye uMthetheleli, ukuze ahlale nani ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wothi ke uBawo, ndakumcela, aninike omnye uMmeli, ukuze ahlale nani ngonaphakade.