John 14:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuselixesha elincinane, landule ilizwe lingabi sandibona; kodwa nina niyandibona: ngokuba ndisidla ubomi mna, niya kudla ubomi nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Liselilifutshane ixesha, ukuze ihlabathi lingabi sandibona; ke nina niyandibona; ngokuba ndisidla ubomi mna, nani niya kudla ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Liselilifutshane ixesha, ukuze ihlabathi lingabi sandibona; ke nina niyandibona; ngokuba ndisidla ubomi mna, nani niya kudla ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Selisondele ixesha lokuba ihlabathi lingabi sandibona. Kodwa nina niya kundibona, kuba mna ndiyaphila, naye nani niya kuphila.