John 14:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kulowamhla niya kukwazi ukuba ndikuye ubawo, nokuba nina nikum, nokuba mna ndikuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo mini niya kwazi nina ukuba ndikuye uBawo, nani nikum, nam ndikuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mini niya kwazi nina ukuba ndikuye uBawo, nani nikum, nam ndikuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini niya kuqonda okokuba ndikuBawo, nani nikum, nam ndikuni.