John 14:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kuye u‐Jude, (engenguye u‐Sikariyoti:) Nkosi! kuhla nganina ukuba uza kuzityila kuti, ungenje njalo kanti kwilizwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kuye uYuda (ingenguye uSikariyoti), Nkosi, kutheni na, le nto uza kuzibonakalalisa kuthi, ungazibonakalalisi kulo ihlabathi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kuye uYuda (ingenguye uSikariyoti), Nkosi, kutheni na, le nto uza kuzibonakalalisa kuthi, ungazibonakalalisi kulo ihlabathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uJudas, lowo ungenguye uSikariyoti, wathi kuye: “Nkosi, kutheni na le nto uza kuzibonakalisa kuthi, ungazibonakalisi kulo ihlabathi?”