John 14:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ukuba umntu uyanditanda, woligcina ilizwi lam; kanjalo ubawo uya kumtanda, sasiya kuza kuye, senze nentlalo yetu naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kuye, Ukuba umntu uyandithanda, woligcina ilizwi lam; wothi uBawo amthande, size kuye, sihlale naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kuye, Ukuba umntu uyandithanda, woligcina ilizwi lam; wothi uBawo amthande, size kuye, sihlale naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi kuye: “Lowo undithandayo uyawagcina amazwi am. Wothi uBawo amthande, size siye kuye, sihlale kunye naye.