John 14:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nivile okokuba ndati kuni: Ndiyemka, ndibuye ndize kuni. Ukuba nanditanda, ngenivuyele okokuba ndati: Ndiyemka ukuya kubawo; ngokuba ubawo emkulu kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nivile ukuba ndithe mna kuni, Ndiyemka, ndibuye ndize kuni. Ukuba benindithanda, ngenavuyayo kuba ndathi, Ndiya kuBawo; ngokuba uBawo mkhulu kunam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nivile ukuba ndithe mna kuni, Ndiyemka, ndibuye ndize kuni. Ukuba benindithanda, ngenavuyayo kuba ndathi, Ndiya kuBawo; ngokuba uBawo mkhulu kunam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Senditshilo kuni ukuthi ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda ngenavuyayo nakuva ukuba ndiya kuBawo, kuba yena mkhulu kunam.