John 14:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba nditi ndimke ndiye ndinilungisele indawo, ndiyeza kanjako, ndandiya kunamkela kwa kum; ukuze niti, apo ndikona mna, nibe kwa kona nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba ke ndimkile ndaya kunilungisela indawo, ndiya kubuya ndize, ndinamkelele kum ngokwam; ukuze apho ndikhona mna, nibe khona nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke ndimkile ndaya kunilungisela indawo, ndiya kubuya ndize, ndinamkelele kum; ukuze apho ndikhona mna, nibe khona nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakuba ndimkile ke ndaya kunilungiselela indawo, ndiya kuza kuniphuthuma, nize nani nibe lapho ndikhoyo mna.