John 14:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Tomasi kuye: Nkosi! asazi ukuba uya pina; singati nina ke indlela ukuyazi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi uTomas kuye, Nkosi, asazi apho uya khona; singathini na ke ukuyazi indlela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uTomas kuye, Nkosi, asazi apho uya khona; singathini na ke ukuyazi indlela?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi uTomas: “Nkosi, singàzi nokwazi nje apho uya khona, singáthini ukuyazi indlela eya khona?”