John 14:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuye: Kukade kangaka ndinani nje, akundazile na noko, Filipi? lowo undibonileyo mna, umbonile ubawo; uti nina ke wena ukuti: Sibonise uyihlo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi uYesu kuye, Ndinaxesha lingakanana ndinani nje, akukandazi na, Filipu? Lowo undibonileyo mna umbonile uBawo;utsho ngani na ke wena ukuthi, Sibonise uYihlo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Ndinaxesha lingakanana ndinani nje, akukandazi na, Filipu? Lowo undibonileyo mna umbonile uBawo; utsho ngani na ke wena ukuthi, Sibonise uYihlo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uYesu: “Kunini na ndikunye nani, Filipu; ngaba akukandazi? Lowo ubone mna, ubone uBawo. Utsho ngani wena ukuthi mandinibonise uBawo?