John 15:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba niyagcina imiyalelo yam, niya kuhlala elutandweni lwam; kwa njengokuba mna ndiyigcinile imiyalelo kabawo, ndihlala nokuhlala elutandweni lwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithi niyigcine imithetho yam, hlalani eluthandweni lwam; njengokuba mna ndayigcinayo imithetho kaBawo, ndahlala eluthandweni lwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithi niyigcine imithetho yam, hlalani eluthandweni lwam; njengokuba mna ndayigcinayo imithetho kaBawo, ndahlala eluthandweni lwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa niyigcina imiyalelo yam, noba nihlala nikholose ngokuthandwa ndim. Xelisani mna endiyilulameleyo imiyalelo kaBawo, ndihlala ndikholose ngokuthandwa nguye.

Recommended Reading