John 15:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba nibe ningabakulo ilizwe, ilizwe ngeliba litanda abalo; kodwa ngokuba ningengabakulo ilizwe, koko ndaninyulayo elizweni, ngenxa yoku ilizwe liyanitiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba beningabehlabathi, ihlabathi linge likuthanda okwalo; ke ngokuba ningengabehlabathi, ndaninyulayo mna kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba beningabehlabathi, ihlabathi linge likuthanda okwalo; ke ngokuba ningengabehlabathi, ndaninyulayo mna kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba beningabehlabathi, ihlabathi ngelinithanda okwabalo. Kodwa aningabo abehlabathi, kuba mna ndaninyula kulo ihlabathi. Kungoko linithiyileyo ihlabathi.
Recommended Reading