John 15:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ezizinto zonke baya kuzenza kuni ngenxa yegama lam, kuba bengamazi lowo wanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ezi zinto zonke baya kuzenza kuni ngenxa yegama lam, ngokuba bengamazi owandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezo zinto ke baya kuzenza kuni ngenxa yegama lam, ngokuba bengamazi owandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi zinto zonke baya kuzenza kuni ngenxa yam, kuba abamazi lowo undithumileyo.