John 15:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba bendingezanga ndateta kubo, bebengayi kuba nasono; kodwa kaloku abanasilandulo ngaso isono sabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bendingezanga ndathetha kubo, ngebengabanga nasono;ngoku abanasikhuselo sesono sabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba bendingezanga ndathetha kubo, ngebengabanga nasono; ngoku abanasikhuselo sesono sabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba bendingathethanga nabo, ngebengabanga natyala; kodwa ngoku abanandawo bangalandula ngayo malunga nesono sabo,