John 15:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ndinguwo umti weveyine, nina ningawo amasebe: oti ahlale kum, nam ndihlale kuye, yena lo uyavelisa iziqa̔mo ezininzi; ngokuba ngapandle kwam ningenze luto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umdiliya ndim, nina ningamasebe; lowo uhleli kum, ndibe mna ndihleli kuye, yena uthwala isiqhamo esininzi; ngokuba, ningekum, aninakwenza nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umdiliya ndim, nina ningamasebe; lowo uhleli kum, ndibe mna ndihleli kuye, yena uthwala isiqhamo esininzi; ngokuba, ningekum, aninakwenza nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndim umdiliya; nina ningamasebe. Ohlala emanyene nam, ndibe mna ndihleli ndimanyene naye, uya kuvelisa iziqhamo ezininzi. Kaloku aninakwenza nento le nahlukene nam.