John 15:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba niti nihlale kum, namazwi am ahlale kuni, niya kucela into enisukuba nitanda uku yi cela, naniya kwenzelwa yona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithe nahlala kum, namazwi am ahlala kuni, nocela into enisukuba niyithanda, niyenzelwe..
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithe nahlala kum, namazwi am ahlala kuni, nocela into enisukuba niyithanda, niyenzelwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nihleli nimanyene nam, nisoloko nisenza ngokwamazwi am, nocela nantoni na ke eniyifunayo, niyifumane.