John 16:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oyena uya kundenzela ubungcwalisa; ngokuba eya kwamkela kokwam, akushumayele kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena uya kundizukisa; ngokuba eya kwamkela kokukokwam, aze anibikele ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena uya kundizukisa; ngokuba eya kwamkela kokukokwam, aze anibikele ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uya kundenzela iwonga, kuba izinto anichazela zona ziya kuba zezivela kum.