John 16:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ubawo ngokwake enitanda, kuba nitandile mna, nakolwa ukuba ndapuma kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uBawo ngokwakhe uyanithanda; ngokuba nina nindithandile, nakholwa ukuba mna ndaphuma kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uBawo ngokwakhe uyanithanda; ngokuba nina nindithandile, nakholwa ukuba mna ndaphuma kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uBawo ngokwakhe uyanithanda, kuba nithe nandithanda mna, nakholwa ukuba ndivela kuThixo.