John 16:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezizinto ndizitetile kuni, ukuze nibe noxolo kum. Elizweni niya kuba nobunzima; kodwa yomelelani; ndiloyisile ilizwe mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze nibe noxolo kum.Ehlabathini niya kuba nembandezelo; yomelelani, mna ndiloyisile ihlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze nibe noxolo kum. Ehlabathini niya kuba nembandezelo; kodwa yomelelani; mna ndiloyisile ihlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinixelele ezi zinto ukuze nibe noxolo, kuba nimanyene nam. Ehlabathini niya kubandezeleka; kodwa musani ukuxhalaba, kuba mna ndiloyisile ihlabathi.”