John 16:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku ndiyemka ukuya kulowo wanditumayo; kanti akuko namnye kuni obuza kum ukuti: Uya pina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoku ke ndiyemka, ndiya kowandithumayo; akukho namnye kuni undibuzayo, athi, Uya phi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku ke ndiyemka, ndiya kowandithumayo; akukho namnye kuni undibuzayo, athi, Uya phi na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ngoku ndiyemka, ndiya kulowo undithumileyo. Akukho namnye kuni undibuzayo ukuba ndiya phi na,