John 17:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa anditandazeli aba bodwa, koko nditandaz ela nabo baya kukolwa kum ngelizwi labo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andiceleli ke aba bodwa, ndicelela nabo baya kukholwa kum ngelizwi labo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andiceleli ke aba bodwa, ndicelela nabo baya kukholwa kum ngelizwi labo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Andithandazeli bona bodwa, koko ndithandazela nâbo baya kundivuma ngenxa yelizwi abaliva ngabo.