John 17:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo! ukum, nam ndikuwe, baze nabo babe banye kuti; ukuze ilizwe likolwe ukuba wandituma wena,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bonke babe banye; njengokuba wena, Bawo, ukum, mna ndikuwe, ukuze nabo babe banye kuthi; ukuze ihlabathi likholwe ukuba wena wandithuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nceda benze bonke babe banye. Bawo, mabamanyane nathi, njengokuba wena unto-nye nam, nam ndinto-nye nawe. Mababe yimbumba yamanyama, ukuze likholwe ihlabathi ukuba ndithunywe nguwe.