John 17:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
mna ndikubo, nawe ukum, ukuze babe befezekile ngokuba banye; nokuze ilizwe lazi ukuba wena wandituma, nokuba wabatanda bona, kwa njengokuba wanditanda mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
mna ndikubo, wena ukum, ukuze babe ngabazalisekileyo ntweni-nye; ukuze liqonde ihlabathi ukuba wena undithumile, wabathanda, njengokuba wandithandayo nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
mna ndikubo, wena ukum, ukuze babe ngabazalisekileyo ntweni-nye; ukuze liqonde ihlabathi ukuba wena undithumile, wabathanda, njengokuba wandithandayo nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mandihlale kubo, njengokuba wena uhleli kum, ukuze babe nto-nye ngokupheleleyo, lize ihlabathi liqonde ukuba ndithunywe nguwe, lazi ukuba bona ubathanda njengokuba undithanda mna.