John 17:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bawo olungileyo! lona ilizwe alakwazi; kodwa mna ndakwazi, bati naba bazi ukuba wena wandituma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawo olilungisa, ihlabathi lona alikwazanga, ke mna ndikwazile; naba bathe bazi ukuba wena undithumile;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawo olilungisa, ihlabathi lona alikwazanga, ke mna ndikwazile; naba bathe bazi ukuba wena wandithuma;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bawo olilungisa, ihlabathi alikwazi. Mna ndiyakwazi, yaye naba bayaqonda ukuba ndithunywe nguwe.