John 17:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndalazisa kubo igama lako, ndandiya ku l azisa kanjako; ukuze utando owabunditanda ngalo lube kubo, nam ndibe kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndabazisa igama lakho, ndandiya kubazisa; ukuze uthando ondithande ngalo lube kubo, nam ndibe kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndabazisa negama lakho, ndandiya kubazisa; ukuze uthando ondithande ngalo lube kubo, nam ndibe kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibazisile ngawe, ndaye ndisaya kwenjenjalo, ukuze uthando ondithanda ngalo mna lumile kubo, nam ndihlale ndimanyene nabo.”