John 17:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndilityilile igama lako kwabobantu endibanikiweyo nguwe kulo ilizwe: bebengabako, waundinikile bona; nelizwi lako baligcinile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndilibonakalisile igama lakho kubo abantu obundinike bona, bephuma ehlabathini; babengabakho, wabanika mna; ilizwi lakho balibambile ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndilibonakalisile igama lakho kubo abantu obundinike bona, bephuma ehlabathini; babengabakho, wabanika mna; Ilizwi lakho baligcinile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndikwazisile kwabo wandinika bona ubahlula kwabehlabathi. Babengabakho, wabanika mna. Ilizwi lakho libangene.