John 17:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku bazile ukuba zonke ezonto endizinikiweyo nguwe zivela kwa kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoku baqondile, ukuba zonke izinto ondinike zona zivela kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku baqondile, ukuba zonke izinto ondinike zona ziphuma kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoku bayaqonda ukuba yonke into endinayo, ivela kuwe.