John 17:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lomazwi endiwanikiweyo nguwe, ndiwanikile kubo; bati bona bawamkela, bazi ngenyaniso ukuba ndapuma kuwe, bakolwa ukuba wandituma wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba amazwi ondinike wona, ndiwanike bona; bona bawathabatha, baqonda ngokwenyaniso ukuba ndaphuma kuwe;bakholwa ukuba wena wandithuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba amazwi ondinike wona, ndiwanike bona; bona bawathabatha, baqonda ngokwenyaniso ukuba ndaphuma kuwe; bakholwa ukuba wena wandithuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndilugqithisile udaba obundithume lona kubo. Baqonde kakuhle bakholwa ukuba ndivela kuwe, bavuma ukuba ndithunywe nguwe.