John 18:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula ukuti ibandla elo, nenkosiwaka, namadindili ama‐Juda, bambamba u‐Yesu, bamnxiba,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ibutho ngoko lamasoldati, nomthetheli-waka, namadindala amaYuda, bambamba uYesu, bambopha,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laza elo qela lamajoni nomthetheli-waka namadindala amaYuda bambamba uYesu, bambopha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko elo qela lamajoni, linomphathi walo, kwakunye nabagadi *bendlu kaThixo ababethunywe ngamaJuda, bambamba uYesu, bambopha izandla.