John 18:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ebengu‐Kayafasi owanika icebo kuma‐Juda, lokuti ku si lungele ukuba umntu emnye afe ngenxa yabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uKayafa wayengulowo wabhunga namaYuda ngokuthi, Kuyinto elungileyo, ukuba umntu omnye atshabalale ngenxa yabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uKayafa wayengulowo wabhunga namaYuda ngokuthi, Kuyinto elungileyo, ukuba umntu omnye afele abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngulo Kayafa ke lo owacebisa amaJuda ngelithi kulungile ukuba umntu omnye afele abantu bonke.