John 18:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku no‐Jude, owamngcatshayo, wabeyazi indawo leyo; ngokuba bekufuti u‐Yesu wabutelana kona nabadisipile bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NoYuda ke, lowo umngcatshayo, ubeyazi indawo leyo; kuba uYesu ubesakubutha futhi khona apho nabafundi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NoYuda ke, lowo umngcatshayo, ubeyazi indawo leyo, kuba uYesu ubesakubutha futhi khona apho nabafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJudas, umngcatshi wakhe, naye wayeyazi loo ndawo, kuba uYesu nabafundi bakhe babedla ngokuhlangana kuyo.