John 18:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinina ukuba ubuze kum? buza kubo abandivileyo, ukuba ndateta nto nina kubo: kangela, aba bayakwazi oko ndakutshoyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ukuba ubuze kum? Buza kwabo bayivileyo into endayithetha kubo; uyabona, aba bayakwazi oko ndakuthethayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ukuba ubuze kum? Buza kwabo bayivileyo into endayithethayo kubo; uyabona, bayakwazi oko ndakuthethayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usandibuza ntoni ke? Buza kwabo bantu bandivileyo. Bayazazi izinto endazithethayo.”