John 18:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuba ebetshilo oku, elinye lamadindili elibe limi kufupi lamtywakaza u‐Yesu ngesandla, lisiti: Uyenje njalo na ukumpendula umperisite omkulu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba utshilo, elinye lamadindala, elalimi khona, lammonxoza uYesu, lathi, Wenjenje na ukumphendula umbingeleli omkhulu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akuba etshilo, elinye lamadindala, elalimi khona, lammonxoza uYesu, lathi, Wenjenje na ukumphendula umbingeleli omkhulu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akugqibanje ukutsho, omnye wabagadi bendlu kaThixo owayekufuphi naye, wambetha ngempama, esithi: “Yindlela yokuphendula umbingeleli omkhulu le?”