John 18:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabuya wakanyela u‐Petrosi: yasuka yalila inkuku kwa oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ke wakhanyela uPetros. Yasuka yalila kwaoko inkuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ke wakhanyela uPetros. Yasuka yalila kwaoko inkuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhanyela kwakhona uPetros. Kwangoko yakhala inkuku.