John 18:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapuma ngoko u‐Pilati waya kubo, wati: Lityala lanina enimnika lona umntu lo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke uPilato waya kubo, wathi, Nimisa tyala lini na kuye lo mntu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ke uPilato waya kubo, wathi, Nimisa tyala lini na kuye lo mntu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma ke uPilato, waya kuwo, wathi: “Nimmangalela ngantoni lo mntu?”