John 18:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati kubo u‐Pilati: Mtabateni nina, nimgwebe ngokwomteto wenu. Ati ngoko ama‐Juda kuye: Asivunyelwa tina ukuba sifise umntu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uPilato kubo, Mthabatheni nina, nimgwebe ngesiko lenu. Athi ngoko amaYuda kuye, Akuvumelekile kuthi ukuba sibulale umntu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uPilato kubo, Mthabatheni nina, nimgwebe ngesiko lenu. Athi ngoko amaYuda kuye, Akuvumelekile kuthi ukuba sibulale umntu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuwo uPilato: “Mthatheni nina, nimgwebe ngokwenu, ngokwemithetho yenu.” Amphendula athi amaJuda: “Thina asivumelekanga ukubulala umntu.”