John 18:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ilizwi lika‐Yesu lizaliseke, elo walitetayo eqondisa ukuba kukufa okunina abeza kufa ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ilizwi likaYesu lizaliseke awalithethayo, eqondisa ukuba kukufa kuni na abeza kufa ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ilizwi likaYesu lizaliseke awalithethayo, eqondisa ukuba kukufa kuni na abeza kufa ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekufuna nje oku amaJuda ayezalisekisa ilizwi likaYesu awalithethayo esalatha indlela aza kufa ngayo.