John 18:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Pilati wangena endlwini yenkosi kanjako, wambiza u‐Yesu, wati kuye: Wena ungukumkani wama‐Juda na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ngoko wangena uPilato endlwini yerhuluneli, wambiza uYesu, wathi kuye, Wena unguye na uKumkani wamaYuda?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ngoko wangena uPilato endlwini yerhuluneli, wambiza uYesu, wathi kuye, Wena unguye na uKumkani wamaYuda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ebuyele ngaphakathi komzi wakhe, uPilato wabiza uYesu, wathi kuye: “Ungukumkani wamaJuda na wena?”