John 18:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Pilati kuye: Iyinto nina inyaniso? Waza etshilo oku wabuya wapuma waya kuma‐Juda, wati kuwo: Andifumani tyala kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uPilato kuye, Yintoni na yona inyaniso? Akuba etshilo, wabuya waphuma waya kumaYuda, athi kuwo, Mna andifumani nalinye ityala kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uPilato kuye, Yintoni na yona inyaniso? Akuba etshilo, wabuya waphuma waya kumaYuda, athi kuwo, Mna andifumani nalinye ityala kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uPilato: “Yintoni yona inyaniso?” Emva kokuba etshilo waphuma uPilato, waya kumaJuda, wathi kuwo: “Mna andifumani tyala kuye konke.