John 18:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu, esazi zonke izinto ezibe zisiza pezu kwake, wapuma wati kubo: Nifuna banina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezazi ngoko uYesu zonke izinto ezimzelayo, waphuma, wathi kubo, Nifuna bani na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezazi ngoko uYesu zonke izinto ezimzelayo, waphuma, wathi kubo, Nifuna bani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ekwazi konke okwakuza kumhlela, wabakhawulela, wathi: “Nifuna bani?”