John 18:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu ukupendula: Ndatsho kuni ukuti ndinguye: ukuba ngoko niyafuna mna, yekani aba bahambe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi, Ndinixelele ukuba ndinguye; ukuba ngoko nifuna mna, bayekeni aba bemke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi, Ndinixelele ukuba ndinguye; ukuba ngoko nifuna mna, bayekeni aba bemke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uYesu: “Nditshilo ukuba ndinguye. Ke ukuba nifuna mna, bayekeni bazihambele aba.”