John 19:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko u‐Pilati kuye: Akuteti kum na? akwazi na ukuba ndinegunya lokukurusesha, nokuba ndinegunya lokukukulula?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi ngoko uPilato kuye, Akuthethi na kum? Akwazi na ukuba ndinegunya lokukubethelela emnqamlezweni, nokuba ndinegunya lokukukhulula?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ngoko uPilato kuye, Akuthethi na kum? Akwazi na ukuba ndinegunya lokukubethelela emnqamlezweni, nokuba ndinegunya lokukukhulula?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPilato wathi kuye: “Akufuni kundiphendula? Uyaqonda na ukuba ndinegunya lokukukhulula, ndinako nokukubethelela emnqamlezweni?”