John 19:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ngoko wamnikela kubo, ukuze akuruseshwe. Baza bamtabata u‐Yesu, bemka naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wandula ngoko ukumnikela kubo, ukuze abethelelwe emnqamlezweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ngoko ukumnikela kubo, ukuze abethelelwe emnqamlezweni. Bamthabatha ke uYesu, bemka naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uPilato wabavumela ukuba uYesu abethelelwe emnqamlezweni. Kwemkiwa naye uYesu,