John 19:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye besiti ngoko abaperisite abakulu bama‐Juda ku‐Pilati: Ungaba̔li ngokuti: Ukumkani wama‐Juda; koko uti, watsho yena ukuti: Ndingukumkani wama‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babesithi ngoko kuPilato ababingeleli abakhulu bamaYuda, Musa ukubhala uthi, UKumkani wamaYuda; bhala uthi, Wathi yena, NdinguKumkani wamaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ngoko ababingeleli abakhulu bamaYuda kuPilato, Musa ukubhala ukuthi, uKumkani wamaYuda; wathi, NdinguKumkani wamaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko ababingeleli abaziintloko bamaJuda bathi kuPilato: “Sukubhala uthi: ‘UKumkani wamaJuda;’ yithi kanye: ‘Lo mntu uthe: NdinguKumkani wamaJuda.’ ”