John 19:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ati: A, kumkani wama‐Juda! Abemtywakaza ngezandla kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
amana esithi, Aa! Kumkani wamaYuda! ammonxoza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi, Vuya, Kumkani wamaYuda! bambetha ke ngezandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
amana esithi kuye: “Aa! Kumkani wamaJuda!” Aza ambetha.