John 19:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko elinye lamasodati lahlaba icala lake ngomkonto, kwaza kwasekupuma igazi namanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lesuka elinye isoldati lamhlaba ngomkhonto ecaleni; kwaoko kwaphuma igazi namanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lesuka elinye isoldati lamhlaba ngomkhonto ecaleni, kwaoko kwaphuma igazi namanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Suka lamhlaba ngomkhonto ephangweni elinye ijoni, kwaza kwampompoza igazi namanzi.