John 19:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Pilati wabuya wapuma ngapandle, wati kubo: Kangela, ndiyamzisa kuni ngapandle, ukuze nazi ukuba andifumani tyala kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ngoko waphuma phandle uPilato; athi kubo, Yabonani, ndimzisa phandle kuni, ukuze nazi ukuba andifumani nalinye ityala kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ngoko waphuma phandle uPilato; athi kubo, Yabonani, ndimzisa phandle kuni, ukuze nazi ukuba andifumani nalinye ityala kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda uPilato waphuma, wathi kumaJuda: “Niyabona, ndimzisa kuni, ukuze niqonde ukuba andifumani tyala kuye konke.”